Umhlobo Wenene FM - FM 91.6 - Port Elizabeth

Save this radio to your Streema Favorites

Uno Mhlobo Mholbo! - You've Got a Friend!

Wall - Post a message

Guest

Guest

hjyj

April 16, 2014, 11:19 p.m. GMT

Guest

Guest

"ningumhlobo wokwenene nyhani", said Jacob Zuma (umaphum'ephethe ngazo zozibini ephethe inyama namasi)

April 15, 2014, 11:09 a.m. GMT

Guest

Guest

Hayi ke ngoku ndixakiwe i used to listen Umhlobo Wenene on line, namhlanje ndiwuvula kudlala iSesotho inoba kwenzeka ntoni na

April 14, 2014, 6:33 a.m. GMT

tmnojila

Terence Nojila

What is happening uMhlobo wenene is talking Sotho,im listening on line im in Norway.This thing started after Amaza and Nonala show please can you give me some info. Thanks Terence Nojila email-tmnojila@hotmail.com

April 11, 2014, 11:22 p.m. GMT

Guest

Guest

yesterday at Around 7pm, i think a show just started. the radio host was a male... i need the name of the song that played just before that show. its a old traditional slow song...... it bring back alot of memories of when my grandma and i use to listen to umhlobo wenene together. please drop me a m see more... ail of the name of the song and artist. thank YOU KEEP UP THE GOOD WORK zeusfeni@gmail.com

April 10, 2014, 11:23 p.m. GMT

Guest

Guest

if umntana wakho or abantwana bethu bayaphela zidrugs, senza ntoni thina ngalonto? akhonto ihlabekisa njengomzali omnyama. sithi xasithetha, abantwana bethu sibakhulisile, kodwa ukhulisa mama nawe tata is not ukubetha umntana nokungxolisa umntana. umntana angenza izinto ezi rongo it is because awumx see more... abisanga. try and spend a motnh next ot umntana wakho uhamba naye, taking i walks. take a paper and paint uzobe anything nincokole nomtana, just find interesting things to do. it is as easy that. niyike ukuba dom aoha bazali, nixabise uthixo wabelungu more than abantwana benu, nixabise oogenerations more than abanwana benu. nini abgweba abantwana benu. akhomntana ukhethayo ukubayi ndlavini(lamagama) niwasebenzisayo ukubabiza!

April 1, 2014, 7:47 a.m. GMT

Guest

Guest

Bhuti LZK icacile ukuba isigwebo esinikwa umdlwenguli asikho qatha tuuu anymore.

March 31, 2014, 12:19 a.m. GMT

mavusi.pieterson

Mavusi Pieterson

im in tunisia nt im listenig umthura kule match ye nedbank cup yechiefs ne fc buffalo

March 26, 2014, 6:44 p.m. GMT

Guest

Guest

would like to be in contact with Mr Putco Mafani

March 24, 2014, 2:41 p.m. GMT

Guest

Guest

usityisile usenzo,pucto.4rm anele.makaye kwi ajax.o acule no kelly

Feb. 10, 2014, 5:55 a.m. GMT

Guest

Guest

Unomhlobo mhlobo nawe*Yonke Mabona*

Feb. 3, 2014, 4:45 p.m. GMT

Guest

Guest

Molo mama ka MaAsi iprogramme yakho iyandomeleza imihlayonke. Wanga uThixo angakunceda mama ngalemisebenzi uyenzayo yokunceda abantu. God BlessYou mama from Bongiwe Solake

Jan. 23, 2014, 9:52 a.m. GMT

Guest

Guest

Mandoza is one of my number 1 Kwaito artists. Can you please play for us any Mandoza song?

Jan. 17, 2014, 6:38 p.m. GMT

DT16

DT16

I Love Umhlobo wenene fm Monday morning Prayers

Jan. 13, 2014, 2:43 a.m. GMT

phakamile.maphantsela

Phakamile Maphantsela

Ow makama asi akwaba usomandla uyakubusisa mama usebenzi wakho undikhalisa inyembezi nam ndithi uthixo abenathi ngamaxesha onke

Jan. 9, 2014, 9:35 a.m. GMT

Guest

Guest

I would like to wish a happy birthday to ma great-grandmom,she's turning 96yrz dic yr

Jan. 9, 2014, 6:58 a.m. GMT

Guest

Guest

Luks ababantu bathi bafuna iYellow bone actress bazokhangela kuphele unyaka ngebevele bathathe uPearl Thusi qha,kuphele into exoxisayo. #Bandile Silimela in Cape Town.

Jan. 2, 2014, 1:11 p.m. GMT

Guest

Guest

I want to listen to Kwaito songs on the radio.

Dec. 21, 2013, 8:27 p.m. GMT

Guest

Guest

Molweni kwisikhokhelo

Dec. 5, 2013, 2:18 p.m. GMT

Guest

Guest

Hello my name is Tulani Gcingca.can i get cotacts when you want to go on air on someone whom we haven't seen for a longtym and his mother past away n will be burrid this saterday 30.

Nov. 27, 2013, 12:05 p.m. GMT

silumko.blou

Silumko Blou

mama ndicela imithandazo umama wekhaya utye ipilisi kanti ukulelwe ngoku untana usethumbheni ndincela umthandazo ndingu silumko blou

Nov. 27, 2013, 3:17 a.m. GMT

Guest

Guest

Kwaito music is TOP CLASS.

Nov. 19, 2013, 9:28 p.m. GMT

Guest

Guest

Bhutiza inkomo entsikizi ukusuka yinkomo emnyama enebala esiswini or nandawoni

Nov. 19, 2013, 5:47 a.m. GMT

Guest

Guest

Cela u.number yakwi.BEE

Nov. 8, 2013, 5:14 a.m. GMT

Guest

Guest

Molweni kumhlobo, cela buza fbk pg kaTsidi

Nov. 6, 2013, 11:29 p.m. GMT

Guest

Guest

Monica Ngqivaza. Buti ndihleli nawe kuxholo

Nov. 6, 2013, 11:22 p.m. GMT

Guest

Guest

Sfikile kwi 5million yba mameli nam ndingomnye wabo mpora nosilela eGcuwa

Nov. 6, 2013, 8:47 a.m. GMT

LindaNjomane

LindaNjomane

i dont have a radio and i opted to listen online

Nov. 3, 2013, 6 p.m. GMT

Guest

Guest

kwu clinics emakhaya xa usiya emthola mpio ufuna ii i grand pa zodwa le ngxaki niyi sombulala njanil

Nov. 3, 2013, 4:45 p.m. GMT

Guest

Guest

ndicela ukubuza ngalo mba we e tolls,unobhala imvo zakhe zithini

Nov. 3, 2013, 4:31 p.m. GMT

Guest

Guest

molweni wethu apho ndingu zandile jim w gauteng ndiyaniva nihleli na zahara ndimvile ehlinza ke wethu

Oct. 31, 2013, 5:33 a.m. GMT

Guest

Guest

Hi Patco n Pastor nam ndimamele iBEE ndingu Sisa Matyumza

Oct. 30, 2013, 5:29 a.m. GMT

christian.d.jacobs

Christian Jacobs

I've been trying to connect to mamu rweqana's program but I can't get through Can I be contacted please 073 360 4710

Oct. 27, 2013, 6:09 p.m. GMT

Guest

Guest

I am looking for the phone number of a lady that talked about health issues on Tuesday night. She is from PE

Oct. 24, 2013, 5:24 p.m. GMT

Guest

Guest

hi can't listen on line. was working earlier but now it's dead. Nomfundo

Oct. 22, 2013, 6:57 a.m. GMT

tduda

tduda

ndibulisa usilumko nomvevane kwakunye no bra sparks ndithi babenemini emnandi .

Oct. 21, 2013, 8:28 a.m. GMT

tduda

tduda

i just want to listern to breakfast show eyondlayo . ndibulise nosaba

Oct. 21, 2013, 8:25 a.m. GMT

Guest

Guest

The Kwaito music that you guys are playing on the radio is awesome.

Oct. 15, 2013, 3:15 p.m. GMT

Guest

Guest

Thank you for playing all the best Kwaito hits.

Oct. 15, 2013, 3:13 p.m. GMT

Guest

Guest

Bhutiza ndiphuphe ndi invait ngu Qabs kufb bhutiza andothuka

Oct. 9, 2013, 6:14 a.m. GMT

Guest

Guest

SIYAZINGCA NGAWE SABA - UNGAKHATAZWA YILENGXOKOLO ITHETHEKAZAYO KAKADE KUKHONKOTHWA EHAMBAYO.

Oct. 8, 2013, 1:06 p.m. GMT

Guest

Guest

You can listen online on the internet.

Oct. 4, 2013, 4:19 p.m. GMT

Guest

Guest

In Pretoria we have a problem, Umhlobo Wenene is not clear, we struggle a lot to listen to the shows we love so much.

Oct. 3, 2013, 6:59 a.m. GMT

Guest

Guest

Uputco mafani,umthura uloydy ndicgwele ngabo ngoba empilweni yami ndithanda ibhola kakhulu ndingumlandeli we kaizer chiefs omkhulu ngu ghetto wase lusikisiki ohlala e durban

Oct. 2, 2013, 9:10 p.m. GMT

Guest

Guest

Bobhutiza kuzalwa uBongani Naam namhlanje 1st useMonti ePamnure, abenemini emnandi ke phofu

Oct. 1, 2013, 5:53 a.m. GMT

Guest

Guest

Anyone for more Kwaito music on air?

Sept. 28, 2013, 8:57 p.m. GMT

tumie7

Kutloano Mvano Mojake

Bobhutiza nawe sisiza izolo(22/09/2013) bekuzalwa my spiritual father u Mr R Hashe ndiyathemba ubelonwabele usuku lwakhe. Kunga usomandla angamgcina amlondoloze. -Kutloano Mojake - eZiphunzana, East London

Sept. 23, 2013, 3:48 a.m. GMT

Guest

Guest

KWAITO SONGS??

Sept. 22, 2013, 8:51 p.m. GMT

Guest

Guest

hey am xolisani kalala 4rm dbn niyandibusisa bantu bomhlobo wenene

Sept. 20, 2013, 2:19 p.m. GMT

Guest

Guest

Hlw my name is abigail from mthatha i'm girl i'm 18 years old i live with my mother i need help i sing pop star so i need people who cn help 2 open an album the reason i write this is because am poor i dnt hv money 2 do this so please help me.0604249655:: please

Sept. 18, 2013, 10:19 a.m. GMT

bulet.mavis2

Bukelwa Sibalekile

Ndifuna ululu mna andingomntu wamanye amazwe ndizalelwe emzantsi'abathi bakuthi bakhohlakele ndadutyulelwa 5 kwifamily yam nomyeni wam elapho befuna imali ndizithengisela nokwandisa ekapa 071 6455 713

Sept. 18, 2013, 9:10 a.m. GMT

Guest

Guest

Hola ndihleli nani

Sept. 18, 2013, 4:36 a.m. GMT

odwa

odwa

Listerning to BEE kwekhu iyandibusisa lengoma. mpintjie yase dlaleni

Sept. 17, 2013, 5:47 a.m. GMT

Guest

Guest

Kwakubakho madoda abekelwe ukhupha izinyama xakuxhelwe nkomo emzini lamadoda ufumana ngomahlalela abadala, ngku zisiwa kwi Machine zinqunqwe khona. frm Mawethu kuNtsimba engcobo.

Sept. 6, 2013, 6:11 a.m. GMT

Guest

Guest

ithi lento maBEE awukwazi ukuvimba umhambi ukutya ngoba isisu salo sincinci okwesosana kwaye ke iindwendwe ziyabukwa

Sept. 5, 2013, 5:47 a.m. GMT

Guest

Guest

on the 28/08/2013 the discussion was about wearing gowns at the malls surprise my company is hosting women's and we are expected to wear gowns and slippers. yhoh ha ha ha!

Aug. 28, 2013, 4:31 p.m. GMT

Guest

Guest

hi kumhlobo wenene owondlayo ekuseni

Aug. 28, 2013, 8:17 a.m. GMT

Sinelizwi

Sinelizwi

Yey!!!!!... amaculo ecawa adlalwa kumhlobo ngamaculo endiwafunayo!!!... please help me as to how i get hold of lamaculo adlalwa ekuseni qho nge mini yecawa????...

Aug. 25, 2013, 5:42 p.m. GMT

Guest

Guest

Hi ndingu mandlakazi mapikana apha eknysna ndifuna ukuthi ndiyawuthanda umhlobo wenene ingakumbi I BBE keep it up guyz intle into eniyenzayo

Aug. 24, 2013, 8:13 p.m. GMT

Guest

Guest

kwaitomusic

Aug. 24, 2013, 3:04 p.m. GMT

Guest

Guest

I would like to make a suggestion for the SABC radio to read the electricity use bulletins that we see on TV every evening on the radio as well. People need to be aware about the facts why we must use the electricity very carefully during the times that we are living in. Thank you for your time. God see more... ...

Aug. 23, 2013, 3:51 p.m. GMT

Guest

Guest

Ndingu mphulaphuli apha ekapa ndicela inumber kamamu rweqana plz bethuna kanindinike kulenumber ingxaki endinazo zindongamele

Aug. 22, 2013, 11:32 a.m. GMT

GMdoda

GMdoda

unomhlobo mhlobo i`m just listening to guys online i`m at NORTH WEST realy you make me miss home BEEi`m Gaddafi mdoda

Aug. 20, 2013, 4:59 a.m. GMT

Guest

Guest

Ndingumphulaphuli Apha e Durban Ndicela nindiphe i e-mail address ka Mama u Rev Rhweqane please. my e-mail address is vmongezi@gmail.com Enkosi.

Aug. 19, 2013, 8:35 p.m. GMT

Giwu

Giwu

ndingu Yanga Giwu ndicela iemail address kamamu' Rweqana my email address is yanggiwu@gmail.com

Aug. 19, 2013, 10:11 a.m. GMT

Guest

Guest

Ndingumphulalphuli womhlob wenene waseBhizana ndingu Simfumene mdodana ndicela nindiphe I number ka mama Rhweqane kule email adress mdodana2010@gmail.com

Aug. 14, 2013, 10:11 a.m. GMT

Guest

Guest

Guest Please help me with rev nomathamsanqa rweqana fax number for her program ndinguyehova igqirha lakho.my e-mail antoinette@spraynozzle.co.za

Aug. 14, 2013, 6:51 a.m. GMT

Guest

Guest

Please help me get my boyfriend back. I need to get him back. Ndicela uncedo bethuna

Aug. 11, 2013, 5:26 p.m. GMT

Guest

Guest

Ndicela uncedo ndilahlekelwe yi-laptop bag enelaptop nezinto zayo eyi-ACER aspire one 5733. Bendi hikishwe yi-nisan almera emhlope yona ilaptop i-behind ipassnger seats in betwn 2 red pilows. Besisuka eAlice sisiya eKing. Soxola 0726259033/ 0731833436

Aug. 11, 2013, 11:18 a.m. GMT

Guest

Guest

Maka maAsi ndinguzali eMossel bay ndicela xa niguqa nomama abalapho nindithandazise ndide ndayintlekisa nasesitratweni ngenxa yabantwana bam abatshaya itek ndisentlunwe ndilala ngepilisi ngoba kusa ndihleli

Aug. 9, 2013, 1:21 p.m. GMT

Guest

Guest

Idrugs eMossell Bay hayi abantwana bethu baphelile abanye banetalente amantombazana aphelile lusizi lwasegetsemani

Aug. 9, 2013, 1 p.m. GMT

Guest

Guest

KWAITO MUSIC

Aug. 8, 2013, 6:54 p.m. GMT

Guest

Guest

Ndicela ukwazelwa emoyeni ibag yam elahleke eCofimvaba. Imnyama namhlophe ngapakathi kuyo kukho i licence, I.D kunye nespaji esinamakhadi ka Xoliswa Maxaba. Ndicela nabani onolwazi afowne kule number 078 0603 332 okanye 0734 6640 88

Aug. 8, 2013, 1:45 p.m. GMT

Guest

Guest

listen live

Aug. 7, 2013, 1:34 p.m. GMT

Guest

Guest

Ndazisa ngomphanga ka Kennedy Dyantyi owazalelwa eStutterheim kwilali yase Cumakala, usweleke ngomhla ka 29 July 2013, uyakungcwatyelwa ngomhla ka 10 August 2013 enamba 11559 Sopotela Street Zone 7b eSebokeng kwindawo yase Vereeniging. From Ouma Fezeka Dyantyi

Aug. 7, 2013, 1:29 p.m. GMT

Guest

Guest

LUZUKO NDIKHUTHA U-SPHUSH MABAHAMBE AROUND BAPHIWE ABANTWANA BAFIKE NALAPHA E-LADY GREY

Aug. 5, 2013, 11:34 p.m. GMT

Guest

Guest

UMhlobo Wenene is the best

Aug. 5, 2013, 8:28 a.m. GMT

Guest

Guest

Hi kudala ndizama ukumamela online kodwa isound ayikho please help

Aug. 5, 2013, 6:58 a.m. GMT

Guest

Guest

Happy Friday Sisi Lulu and the crew

Aug. 2, 2013, 7:35 a.m. GMT

Guest

Guest

Hellow Maka Ma-Asie ndcela unyuke ntaba no Ompi wam ohleli estulweni for 12yrs une stroke,nomntana ka Mama wam uyaxhuzula,Sipho Nombewu Willowvale

Aug. 1, 2013, 9:13 a.m. GMT

Guest

Guest

Happy birthday to my mother Thandiswa Popie Velele a special lady in my life

Aug. 1, 2013, 8:43 a.m. GMT

Guest

Guest

People have absolutely no idea that, tights are not pants/trousers. It's quite shocking! Tina, it actually should be, if you're over twelve years. Thank you for mentioning it.

July 31, 2013, 6:04 a.m. GMT

siphe.magidigidi

Siphe Magidigidi

HAPPYBIRTHDAY 2 NASIPHI MNCOTSHO 4RM SQUARED

July 31, 2013, 4:59 a.m. GMT

Guest

Guest

my favourite radio station

July 30, 2013, 10:33 a.m. GMT

Guest

Guest

ndim unjobe siphelo ebhofolo ngakulo putco......ndifuna ukuxelela ngo butsha mafani kuba uyekile ukukhonza,,,,ingathi use zion ngok uzakunxitywa

July 30, 2013, 9:08 a.m. GMT

Guest

Guest

ilove this radio station from khanyiso nogaya eCapetown.

July 29, 2013, 9:36 a.m. GMT

Guest

Guest

Ndingu Koko Mseyisi Esajonisi. Ma 12 dawuni amahle ndicela khe kuxoxwe ngocalulo lwampondo ngama Xhosa emisebenzini kwezopolitiko nakwinqubo zosasazo. Umzekelo apha eKapa ukuba ulimpondo kunzima ukusebenza kwezindawo zinje ngomasipala. Ngama Xhosa asebenza komasipala phofu ayatsho ukuba impondo ngez see more... e lisebenze kwamasipala. Kutheni thina Mampondo sijongelwe phantsi kangaka ngamaXhosa?

July 28, 2013, 1:27 p.m. GMT

Guest

Guest

i lyk umhlobo wenene

July 28, 2013, 8:19 a.m. GMT

Guest

Guest

Ye phura mfetu andiyazi nokokuba lomntwana uncanywa ndim, but zonke iingoma zakhe ziyandibulala

July 27, 2013, 10:10 p.m. GMT

Guest

Guest

Plz any1 can advc me want 2 be a son o4 jesus bt it z hard 2 impreex my needz

July 25, 2013, 9:50 a.m. GMT

Guest

Guest

Mhlobo Mhlobo

July 25, 2013, 6:01 a.m. GMT

Guest

Guest

into embi kumhlobo wenene xana ufuna uncedo kwinkqubo zoZola Kaso ushiye umyalezo necontacts zakho ababuyeli kuwe.Abe loguest umntu ebenayo inceda abantu njengo Mr Zilulamele Sinqoto.Khanisincede yini bantu sinixhasa kangaka.Ndashiya umyalezo kaliwaka itwani into xa inje.

July 24, 2013, 2:59 p.m. GMT

vuyani

vuyani

mholweni kuhlobo

July 24, 2013, 11:36 a.m. GMT

Guest

Guest

molweni kumhlobo wenene niyandonwabisa kekhona ndilaphe korea

July 24, 2013, 10:25 a.m. GMT

vuyani

vuyani

kungazoyiki zinto

July 22, 2013, 1:37 p.m. GMT

Guest

Guest

Kwaito music number 1 for sho!!!!

July 21, 2013, 6:30 p.m. GMT

Guest

Guest

HAYI UYAYENZA INTO YAKHO TATA USABA ZINE JORBURG

July 20, 2013, 10:01 a.m. GMT

Guest

Guest

Kwaito music is one of my number one genres on Umhlobo Wenene FM for sho.

July 19, 2013, 9:39 p.m. GMT

Guest

Guest

molweni bendicela i email kamamakama asi or contact if allowed

July 18, 2013, 12:14 p.m. GMT

Guest

Guest

HEY WENA SABA NDIYAVAKALELWA NAM NDINGUMTSHANA WAKWANOFISA,OONTOMBELA,OOMADIDA. APHA KUWE NDITHANDA LENTO YOBA KANINA AWUNIKEZELI NGOBA UYAYAZI INTO XA UYENZA AHA HALALA ZIKODE NGUNOSAKHE SOJADA

July 18, 2013, 8:55 a.m. GMT

Playlist, tracklist, top songs played coming soon...

PC requires Windows Media Player - Mac additionally requires Real Player - See FAQs for more info on how to listen to live streaming radio.