Breakfast Show

Wall

anna.xhegonoquqa

Anna Xhego Noquqa

Ndifunu kuthi ndihleli nana mna nindindi khwazele intsana zam zuzu ,mbali,lorna nosese oskom abo esigingqini ku centane

Nov. 27, 2013, 2:07 p.m. GMT

Guest

Guest

eta butiza i mc bee man cant wait to cum bck to cpt m in mozambique yet, tobani jojo

Nov. 12, 2013, 5:24 a.m. GMT

feziwej

Feziwe Jaho Nondonga

Hai Bhutiza ndivuke ndicinga loMprofite uthi unyanga iHIV eDurban ngamanzi athandazelweyo usile makabanje uzenza uYesu Kristu owayenyanga izifo nguFeziwe Nondonga eJoburg.

Nov. 6, 2013, 5:48 a.m. GMT

Guest

Guest

Abanye baqhuba ngezotamkhulu babo

Oct. 17, 2013, 6:29 a.m. GMT

Guest

Guest

mlwn bhutiza nam ndhlala nani qha akunzima uphumela waw ndilapha kuNtsimba Engcobo

Oct. 10, 2013, 3:23 p.m. GMT

Guest

Guest

24 september ndazalwa ngalomhla ( ongama stanopu, kwaMasingata)

Sept. 23, 2013, 2:01 p.m. GMT

tumie7

Kutloano Mvano Mojake

Bobhutiza nawe sisiza izolo(22/09/2013) bekuzalwa my spiritual father u Mr R Hashe ndiyathemba ubelonwabele usuku lwakhe. Kunga usomandla angamgcina amlondoloze. -Kutloano Mojake - eZiphunzana, East London

Sept. 23, 2013, 3:51 a.m. GMT

Nodwele

Nodwele

Hi butizas,Ndifun' ukuthi Happy birthday 2 our sister Nande Nodwele,ugqiba i 10 yrs namhlanje i 13th Sept,ukhulule ukhokhobe dadethu,siyakuthanda noba uyageza na frm Vuyo

Sept. 13, 2013, 6:23 a.m. GMT

Nodwele

Nodwele

Hi butizas,Ndifun' ukuthi Happy birthday 2 my girl Nande Nodwele,ugqiba i 10 yrs namhlanje i 13th Sept,ukhulule ukhokhobe mamCwera,siyakuthanda sonke,frm umamakho Hlumisa,e Motherwell.

Sept. 13, 2013, 6:18 a.m. GMT

ongama

ongama

iworse basivalela ngaphandle thina baxhosa kwizinto ezininzi kodwa zonke ezizinto ziqalwa sithi politics first black, president , kwirugby,cricket nezinye izinto ezininzi, bayasi abuyza nasemculweni badlala ngathi sithini ngoba sinazo iziphiwo apha Eastern cape thina baXhosa

July 16, 2013, 11:50 a.m. GMT

Reviews - Rate this station:

Guest

mabee - ngena xam amanzi uwaqhelile. kuthiwo kumntu obeyeke into ebekade eyenza, aze aphinde ayenze, nomahlubi giwu- cape town enkosi butiza

Sign Up for Streema

If you want to save the live stream, start sharing stations with friends, or engage in a deeper Streema experience, please sign up below.

By clicking Sign up, you are indicating that you have read and agree to the Terms of Service and Privacy Policy.

Streema Mobile

We've developed a mobile website for iOS (iPhone, iPad, iPod) and Android devices. Native apps coming soon!

You can check it out by visiting our mobile radio site from your phone or tablet's mobile browser - it's free, no download required.

For more information go to our Mobile Support .