Church Service

Wall

0731191996

0731191996

Mama ka ma Asie ndicela imithandazo ndinomntwana wam endahlukana naye ena 6 weeks wathathwa ngu tata wakhe ngo 2010 antly 2day andikamfuman akafun ngaye mama ndiyacela undithandazele ndingu Minentle e Ntafufu

April 3, 2014, 6:10 p.m. GMT

0731191996

0731191996

Mama ka ma Asie ndicela imithandazo ndinomntwana wam endahlukana naye ena 6 weeks wathathwa ngu tata wakhe ngo 2010 antly 2day andikamfuman akafun ngaye mama ndiyacela undithandazele ndingu Minentle e Ntafufu

April 3, 2014, 5:59 p.m. GMT

cikizwa

cikizwa

Molweni basasazi bam be raido station endiyithandayo. Ndicela i no kamama ka ma Asie. Ndinentlungu ngomelwane wam oye wathi get ritired emsebenzini. E qhathwa ngababantu base Mantla ( Nigerians) Wawuthatha wonke umvuzo wakhe wawunika bona. Akanayo ne cent unabantwana they are very young at pre- sch see more... ool. Kunzima nento le isiwa phantsi kwempumlo. Seyindim obancedayo ukuze batye ndinosizi ngabantwana. Indlu nayo yeye Bond ebesayibhatala ullindele ukuba ngapahandle nanini. Nantsi i no yam yomnxeba 0783461711 (cikizwa umelwane ka bhuti lo wehlelwe sesisimanga. . Need help if ninako. Ndinganinika neyakhe inombolo nive kuye kwenzeka ntoni. Its been 2 months now yenzekile. Enkosi

April 23, 2013, 12:38 p.m. GMT

Guest

Guest

Gospel music is my number 1 choice.

March 3, 2013, 8:50 a.m. GMT

noncedo.sigadla

Noncedo Sigadla

Bulisa mama kama Asie uyasivuselela mamam god bless

Feb. 28, 2013, 6:33 a.m. GMT

Guest

Guest

I love Jesus Christ.

Feb. 24, 2013, 8:53 p.m. GMT

Guest

Guest

UMHLOBO WENENE RADIO STATION 92.1 AND RADIO ZIBONELA 98.20

June 26, 2012, 12:16 p.m. GMT

Reviews - Rate this station:

No reviews yet. Be the first to post one

Sign Up for Streema

If you want to save the live stream, start sharing stations with friends, or engage in a deeper Streema experience, please sign up below.

By clicking Sign up, you are indicating that you have read and agree to the Terms of Service and Privacy Policy.

Streema Mobile

We've developed a mobile website for iOS (iPhone, iPad, iPod) and Android devices. Native apps coming soon!

You can check it out by visiting our mobile radio site from your phone or tablet's mobile browser - it's free, no download required.

For more information go to our Mobile Support .

In other languages

See this page in Portuguese: Reproduzir Church Service ao vivo