
Umhlobo Wenene FM - FM 91.6 - Gqeberha (Port Elizabeth)
Uno Mhlobo Mholbo! - You've Got a Friend!
Live
Umhlobo Wenene FM
About Umhlobo Wenene FM
Umhlobo Wenene FM is an SABC isiXhosa-language radio station combining news, sports, education, entertainment and South African music. Alongside its broad programming, the station promotes isiXhosa language and culture while connecting listeners with community issues, current affairs and everyday li…
Frequency
91.6 FM
Language
Xhosa
Listener reviews
HAPPY BELATED BIRTHDAYS KU BABALWA MAWENI AND FULE FAMILY ILANDELAYO TO NOKWANDA, ABULELE, SBUSISO BONKE BOQWANA FAMILY HOPE NIYIJABULELE IIMINI ZENU NDINITHANDA KAKHULU NIYAYAZI LONTO KUSTHO MNA NOMBI BOQWANA SHARPHU
Bendiyizama, yasebenza well I love it, the quality is perfect. I must say, Keep uo a good work, Now i can listen to my favorite presenter live without a radio or phone next to me, My office will never be the same, Thank to you #legentary #Loveit #UWFM #Umhlobo #wenene #FM
Molweni bahlobo bokwenene - ndinithanda nonke apho kuMhlobo Wenene FM, ndonwaba nani mihla le, ngakumbi emva kwemini nangempela-veki, ndim nani, nkqubo nganye inemfundiso nolonwabo kum - enkosi maaaan! Thandiwe Goxo - Mowbray (eNtshona-Kapa)
Ndihleli Nawe Bulelani Koyo. Yhazi ndiphangele kodwa ingathi ndihleli endlini. I am streeming at work. From Onke Ngxesha Sandton
Mholweni Kwa Mhlobo Wenene FM . Niyasonwabisa ngamaxesha obubi nawobumnandi Ndinithanda iindidi akho Colour ingekhonyo . From Khululwa Makhunga - Capricorn (Western Cape)
Nam ke ndimtsha apha kumhlobo wenene ndilapha e London ngomzimba ndise khaya ngentliziyo ndonwabe mpela nomhlobo wenene ndingu Thandi Lubelwana
ndiyawuthanda umhlobo wenene noba ubune stress siyemka uzibone uhleka wedwa halala mhlobo halala Nomfundo Mpepo
Ndiyasithanda esistation bandithethela kamandi isixhosa am frm capetown Neshow ye breakfast is the best ngoba bayahlekisa kakhulu ude ungafuna uthi iphele lashow.
I love all the best Kwaito songs on the radio. God bless Umhlobo Wenene FM for playing all the best Kwaito music.
I love the breakfast show but the one show that uplifts me from down falls is the eduucation I receive from shows like umama kaMaAsi ishow zo tata ulfafa I'm a young student who is only 18 but these shows have made me realise that as a person I should make a change in my life in order for my life to be better these shows eduucate a lot of ppl nd igama lenkosi listrongo
Contact
More radios in Gqeberha (Port Elizabeth)
In other languages
- See this page in French: Écouter Umhlobo Wenene FM en ligne
- See this page in Spanish: Escuchar Umhlobo Wenene FM en vivo
- See this page in Portuguese: Reproduzir Umhlobo Wenene FM ao vivo
- See this page in German: Umhlobo Wenene FM online hören







